Prayers & Meditations
Xhosa ·
Short Obligatory Prayer
To be recited once in twenty-four hours, at noon.
Ndiyangqina O Thixo wan ukuba undidalele ukuba ndikwazi ndikunqule. Ngako oko ndiyangqinisisa ngalo eli thuba ngokungabinamandla kwam, nobungangamsha Bakho, ngobuglwenpu bam, nangobutyebi Bakho. Akukho Thixo ngaphandle kwakho Oluncedo emngciphekweni Ozimele ngokukokwakhe.